Isityhilelo 1:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ewe, yena usenze ababingeleli basebhotwe ukuze sikhonze uThixo uYise. Mabube kuye ke ubungangamsha nolawulo nanini-nanini! *Amen.

Isityhilelo 1

Isityhilelo 1:1-9