Isityhilelo 1:17 Ibhayibhile (XHO96)

Ndithe ke ndakumbona, ndajuba ezinyaweni zakhe, ndanjengofileyo. Ke yena wasibeka phezu kwam isandla sakhe sokunene, wathi: “Musa ukoyika. Mna ndingowokuqala, ndikwangowokugqibela.

Isityhilelo 1

Isityhilelo 1:8-18