Iinkokheli 9:54 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko nangoko ke wabiza umfana owayephatha izikhali zakhe, wathi: “Rhola ikrele lakho undibulale, ukuze kungathiwa ndibulewe ngumfazi.” Ngoko ke umfana lowo wamgwaza wafa.

Iinkokheli 9

Iinkokheli 9:48-57