Iinkokheli 9:25 Ibhayibhile (XHO96)

Abemi baseShekem bafuna abantu, bababeka ezintabeni, ukuze balalele uAbhimeleki; suka bona baphanga wonke umntu ogqithayo. Ke uAbhimeleki wayixelelwa yonke le nto.

Iinkokheli 9

Iinkokheli 9:22-32