Iinkokheli 9:18 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke namhlanje niyivukele inzala kabawo. Nibabulele oonyana bakhe, amashumi asixhenxe onke, phezu kwelitye elinye. Nithe uAbhimeleki unyana awamfumana enkazaneni ezalana nani, namenza ukumkani waseShekem.

Iinkokheli 9

Iinkokheli 9:15-25