Iinkokheli 8:28 Ibhayibhile (XHO96)

Kwaba njalo ke ukoyiswa kwamaMidiyan, akaba savusa mnyele. Ilizwe elo ke lafumana amashumi amane eminyaka yenzolo ngemihla kaGidiyon.

Iinkokheli 8

Iinkokheli 8:20-35