Iinkokheli 8:18 Ibhayibhile (XHO96)

UGidiyon wabuza uZebha noZalmuna wathi: “Ayeluhlobo luni na laa madoda nawabulalayo eTabore?”Ke bona baphendula bathi: “Ayefana nawe lowo kanye – onke ayengathi ngoonyana bokumkani.”

Iinkokheli 8

Iinkokheli 8:8-23