Iinkokheli 8:14 Ibhayibhile (XHO96)

waza wabamba umfana waseSukoti, wamncina ngemibuzo. Lo mfana wabhalela uGidiyon amagama amadoda amakhulu angamashumi asixhenxe anesixhenxe aseSukoti.

Iinkokheli 8

Iinkokheli 8:4-22