Iinkokheli 8:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uZebha noZalmuna nomkhosi wabo babeseKarekore. Kuloo mkhosi wabantu basempumalanga kwakuwe amadoda akwisithuba samawaka alikhulu elinamashumi amabini, kwasala ishumi elinesihlanu lamawaka kuphela.

Iinkokheli 8

Iinkokheli 8:4-17