Iinkokheli 8:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku amaEfrayim athi kuGidiyon: “Bekutheni ukuze ungasibizi thina ukuphuma kwakho usiya kulwa namaMidiyan? Ngani ukuba usiphathe kanje?” Amxoxisa ngamandla.

Iinkokheli 8

Iinkokheli 8:1-6