Iinkokheli 7:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke thetha nawo uthi: ‘Nabani na ogubhayo luloyiko makagoduke, anyebeleze emke apha kwiintaba zeGiliyadi.’ ” Akuba etshilo ke kwajika amashumi amabini amawaka, kwaza kwasala ishumi lamawaka kuphela.

Iinkokheli 7

Iinkokheli 7:2-11