Iinkokheli 7:22 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathi ke kuloo ntswahla yayisenziwa ngamadoda kaGidiyon ngezigodlo zawo uNdikhoyo wawubetha wancitheka umkhosi wotshaba, walwa wabulalana wodwa. Wabaleka ke, waya ngaseZerera, waya kufikelela eBhete-shita, ukuya kutsho eAbhele-mehola kufuphi neTabhata.

Iinkokheli 7

Iinkokheli 7:21-25