Iinkokheli 7:14 Ibhayibhile (XHO96)

Uwayo lowo ke uthe ukuphendula: “Tyhini, mfondini; nanjani na, lowo ngumkhonto kaGidiyon unyana kaJowashe, umfo wakwaSirayeli. Loo nto ke ithetha ukuba lo mkhosi wamaMidiyan uphela uThixo uwunikela kuye.”

Iinkokheli 7

Iinkokheli 7:7-18