Iinkokheli 6:37 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiza kubeka uboya begusha phaya esandeni sengqolowa. Ukuba ke kuse ibuboya obo bodwa obunombethe, ungekho kodwa emhlabeni, ndiya kuqonda ke ukuba ngenene uza kuwahlangula ngesandla sam amaSirayeli.”

Iinkokheli 6

Iinkokheli 6:30-40