Iinkokheli 6:35 Ibhayibhile (XHO96)

Wathumela izigidimi ukuba abizwe eze kuye amadoda onke akwaManase. Wathumela nakwa-Ashere, kwaZebhulon, nakwaNafetali, zaza ke zeza nezo zindlu.

Iinkokheli 6

Iinkokheli 6:26-40