Iinkokheli 6:29 Ibhayibhile (XHO96)

Babuzana ke bathi: “Ngubani na owenze le nto?” Bawuphanda ke lo mcimbi, beva kusithiwa: “NguGidiyon unyana kaJowashe owenze le nto!”

Iinkokheli 6

Iinkokheli 6:19-32