Iinkokheli 6:14 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo ke wabheka kuye, wathi: “Hamba ngala mandla unawo, uwasindise amaSirayeli ezandleni zamaMidiyan. Kaloku ndim okugunyazisayo.”

Iinkokheli 6

Iinkokheli 6:3-24