Iinkokheli 5:4 Ibhayibhile (XHO96)

Wena Ndikhoyo, wathi wakuphuma kwaSeyire,mhla wandolos' ushiy' iEdom,suk' umhlaba wanyikima,az' amazulu anyembezana,ke won' amaf' achaphaz' amanzi.

Iinkokheli 5

Iinkokheli 5:1-10