Iinkokheli 5:27 Ibhayibhile (XHO96)

Ewe, wambetha wafinyela wafohleka;wamtsho wanaba tswii ezinyaweni zakhe,wawa waqotha-qotheka ezinyaweni zakhe,suka watoshalaza, yaphel' intw' ibithethwa!

Iinkokheli 5

Iinkokheli 5:23-31