Iinkokheli 5:14 Ibhayibhile (XHO96)

Baphuma kwaEfrayim baya kutsho entilini,ezinyaweni zabo inguBhenjamin namawabo;iingqwayi-ngqwayi zeza ziphuma kwaMakire,zona izithwala-ndwe zivela kwaZebhulon.

Iinkokheli 5

Iinkokheli 5:10-20