Iinkokheli 4:9 Ibhayibhile (XHO96)

Ke yena wathi: “Ewe, ukuhamba oku ndiya kuhamba, kodwa ke uze wazi ukuba udumo lwale mfazwe aluyi kuza kuwe, kuba uNdikhoyo uya kumnikela emfazini uSisera lowo.”Ngoko ke uDibhora waya eKedeshe ehamba noBharaki.

Iinkokheli 4

Iinkokheli 4:8-17