Iinkokheli 4:18 Ibhayibhile (XHO96)

UJayeli waphuma wahlangabeza uSisera, waza wathi kuye: “Yiza, mhlekazi; ngena apha kwam, ungoyiki.” Wangena ke, waza uJayeli wamfihla ngaphaya komkhusane.

Iinkokheli 4

Iinkokheli 4:8-22