Iinkokheli 3:31 Ibhayibhile (XHO96)

UEhudi walandelwa nguShamgare unyana ka-Anati. Naye ke wawakhulula amaSirayeli. Wabulala amaFilistiya angamakhulu amathandathu ngesixhobo sokuqhuba iinkomo esifana nomkhonto.

Iinkokheli 3

Iinkokheli 3:29-31