Iinkokheli 3:15 Ibhayibhile (XHO96)

Aphinda amaSirayeli akhala kuNdikhoyo, waza ke yena wawathumela umkhululi uEhudi, inxele, unyana kaGera wendlu kaBhenjamin. AmaSirayeli athumela uEhudi kukumkani uEglon waseMowabhi, emphathele umrhumo.

Iinkokheli 3

Iinkokheli 3:6-21