Iinkokheli 3:12 Ibhayibhile (XHO96)

Aphinda amaSirayeli akreqa *kuNdikhoyo. Ngenxa yeso sizathu ke uNdikhoyo womeleza uEglon ukumkani wamaMowabhi, waqina kunawo.

Iinkokheli 3

Iinkokheli 3:4-15