Iinkokheli 21:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke ibandla lakhupha ishumi elinambini lamawaka amajoni angoompondo-zihlanjiwe, lawayalela ukuba aye eJabheshe, afike abulale wonke umntu nomfazi nomntwana lo wembala.

Iinkokheli 21

Iinkokheli 21:6-19