Ke izikhulu zaseGibheya zaphuma ngobusuku, zarhawula indlu endandikuyo, zifuna mna. Zona zazizimisele ukundibulala, kodwa ke zasuka zamhlasela owakwam, zamdlwengula wada wafa.