Iinkokheli 20:48 Ibhayibhile (XHO96)

AmaSirayeli ke abuya awatshabalalisa onke amaBhenjamin, ebulala konke: ndoda, mfazi, mntwana, nemfuyo le yembala. Azitshisa zonke iidolophu zaloo mmandla.

Iinkokheli 20

Iinkokheli 20:43-48