Iinkokheli 20:45 Ibhayibhile (XHO96)

Amanye asabela entlango, esinga kumawa aseRimon, kwaza kwabulawa amawaka amahlanu ezindleleni. AmaSirayeli athi mbende emva kwawo ukuya kutsho eGidiyon, aza abulala amawaka amabini.

Iinkokheli 20

Iinkokheli 20:35-47