Iinkokheli 20:42 Ibhayibhile (XHO96)

Azama ukuhlehla abalekele entlango, kodwa ke umkhosi wathi mbende emva kwabo. Axinwa atyakatywa nangamanye amadoda awayephuma ezidolophini.

Iinkokheli 20

Iinkokheli 20:33-48