Iinkokheli 20:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke zikhupheni ezo ndlavini zaseGibheya, sizibulale, silihlambe eli nyala kwaSirayeli.” Kambe ke amaBhenjamin zange awahoye amazwi athethwa ngamawabo amaSirayeli.

Iinkokheli 20

Iinkokheli 20:4-20