Iinkokheli 20:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. USirayeli ephela, ukusuka kwaDan kuye kuqhina ngeBheshebha, ngokunjalo nomhlaba waseGiliyadi, ewe, lonke ibandla likaSirayeli lahlanganisana limoya mnye phambi *koNdikhoyo eMizpa.

2. Zonke iinkulu zezindlu zikaSirayeli zazikho kwelo bandla labantu bakaThixo, ingamakhulu amane amawaka amajoni aphatha ikrele.

Iinkokheli 20