Iinkokheli 2:15 Ibhayibhile (XHO96)

Ayesithi xa ephumile aya edabini, uNdikhoyo awayekele, ngokomlomo wakhe. Kwathi ke kwakuba nje amaSirayeli abandezeleka kunene.

Iinkokheli 2

Iinkokheli 2:11-23