Iinkokheli 2:1 Ibhayibhile (XHO96)

Isithunywa *sikaNdikhoyo saphuma eGiligali, saya eBhokim, saza sathi: “Ndanikhupha kwelaseJiputa, ndanizisa kweli lizwe ndabathembisa ngalo ooyihlo-mkhulu ngesifungo. Ndathi: ‘Andisoze ndiwaphule umnqophiso wam nani.

Iinkokheli 2

Iinkokheli 2:1-11