Iinkokheli 19:6 Ibhayibhile (XHO96)

Bahlala ke umntu nomkhwenyana, batya basela. Usontombi lowo ke waphinda wacela umkhwenyana wathi: “Sowulala apha ngokuhlwanje, uzonwabise.”

Iinkokheli 19

Iinkokheli 19:1-11