Iinkokheli 19:16 Ibhayibhile (XHO96)

Bathe beselapho kwathi gqi ixhego, livela emasimini. Lalingumngeneleli apho eGibheya, kodwa inkaba yalo ikweleentaba kwaEfrayim. Phofu ke abantu balapho yayingamaBhenjamin.

Iinkokheli 19

Iinkokheli 19:5-19