Iinkokheli 18:30 Ibhayibhile (XHO96)

AmaDan amisa umfanekiso oqingqiweyo wawo, aza amisela uJonatan, unyana kaGershom umzukulwana kaMosis, wangumbingeleli wesizwe. Nenzala yakhe ke yaba ngababingeleli besizwe sakwaDan, de elo zwe lathinjwa.

Iinkokheli 18

Iinkokheli 18:22-31