Iinkokheli 18:10 Ibhayibhile (XHO96)

Nakufika khona niya kufumanisa ukuba abantu bakhona bazihlalele nje, abanaxhala lanto. Ewe, ilizwe elo lithe gabalala; mayela neentswelo zomntu kukwanto zilungile, ibe ke uThixo ulinikele kuni.”

Iinkokheli 18

Iinkokheli 18:6-15