Iinkokheli 17:4 Ibhayibhile (XHO96)

Imali leyo wayibuyisela kunina ke, yena wathatha amakhulu amabini kuloo siliva, wawanika ingcibi, eyakrola umfanekiso otyatyekwe ngesiliva, yenza nomnye otyhidiweyo. Wabekwa endlwini kaMika.

Iinkokheli 17

Iinkokheli 17:1-10