Iinkokheli 17:2 Ibhayibhile (XHO96)

Yathetha nonina, yathi: “Ngokuya wawubelwe ishumi elinanye leesiliva ndakuva ushwabula. Kambe ke ikum loo mali; yathathwa ndim.”Unina wamsikelela, wathi: “*UNdikhoyo makakuthamsanqele, nyana wam.”

Iinkokheli 17

Iinkokheli 17:1-5