Iinkokheli 17:10 Ibhayibhile (XHO96)

UMika wathetha naye ke, wathi: “Sowuhlala apha kum, ube ngumfundisi nombingeleli wam; ndiya kukuhlawula ngeshumi leesiliva ngonyaka, ndawonye nempahla yokunxiba nokutya.”

Iinkokheli 17

Iinkokheli 17:6-13