Iinkokheli 16:26 Ibhayibhile (XHO96)

USamson wathetha nomfana owayemrhola, wathi: “Khawume khe ndizive iintsika zesi sakhiwo. Ndifuna ukwayama ngazo.”

Iinkokheli 16

Iinkokheli 16:18-31