Iinkokheli 16:15 Ibhayibhile (XHO96)

UDelila ke wathi kuSamson: “Ungathini ukuthi uyandithanda kodwa akundithembi! Kokwesithathu ngoku uphoxisa ngam, ibe ke nangoku akukandixeleli ukuba uwathatha phi la mandla angaka.”

Iinkokheli 16

Iinkokheli 16:7-21