Iinkokheli 15:2 Ibhayibhile (XHO96)

esithi: “Bendiba akusamfuni mpela, ndaza ke ndamnikela kumhlobo wakho ukuba abe ngumkakhe. Phofu udade wabo omncinci yinzwakazi kunaye; ngoko ke kunganjani useluthatha yena?”

Iinkokheli 15

Iinkokheli 15:1-8