Iinkokheli 15:18 Ibhayibhile (XHO96)

USamson wasuka wanxanwa gqitha, waza wazibika kuNdikhoyo, wathi: “Mna sicaka sakho olu loyiso ndilufumene ngawe; ngani ke ngoku ukuba ndide ndife lunxano, ndibe sisisulu sezi ntlanga?”

Iinkokheli 15

Iinkokheli 15:8-20