Iinkokheli 15:11 Ibhayibhile (XHO96)

Kwaphuma amawaka amathathu amadoda apho kwaJuda, aya emqolombeni e-Etam, afika athetha noSamson, athi: “Ungathini ukusenza into enje? Akuyazi into yokuba siphantsi kwamaFilistiya?”Ke yena wathi: “Hayi, mna ndiwavise le nto ebendivise yona nawo.”

Iinkokheli 15

Iinkokheli 15:2-17