Iinkokheli 14:6 Ibhayibhile (XHO96)

Suka ke yena wambeswa amandla nguMoya *kaNdikhoyo, waza ke waliqwenga ngathi uqwenga itakane lebhokhwe. Kambe ke akabaxelelanga abazali bakhe ngale nto.

Iinkokheli 14

Iinkokheli 14:1-13