Iinkokheli 14:13 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke ukuba anibanga nako ukulicombulula, niya kundinika amashumi amathathu eengubo zelinen, ngokunjalo nezinye iimpahla zokuhomba ezikwangako.”Ke bona bathi: “Yiza nalo sibone kaloku.”

Iinkokheli 14

Iinkokheli 14:9-20