Iinkokheli 13:8 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uManowa wathandaza kuNdikhoyo, wathi: “Ngxe, Nkosi yam, khawuphinde umthumele umfo wakwaThixo obumthumile, eze kusifundisa ukuba siyiphathe kanjani na inkwenkwe leyo yakuvela.”

Iinkokheli 13

Iinkokheli 13:7-18