Iinkokheli 13:6 Ibhayibhile (XHO96)

Lo mfazi ke waya kuxelela indoda yakhe, wathi: “Ndibone ndifikelwa ngumfo wakwaThixo onenkangeleko yesithunywa sikaThixo; uyoyikeka kakhulu. Andimbuzanga apho avela khona, engandixelelanga negama lakhe.

Iinkokheli 13

Iinkokheli 13:1-9